Wikipedia xhwiki https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo MediaWiki 1.47.0-wmf.1 first-letter iMedia Mahluko Ingxoxo Ilungu Ingxoxo nelungu Wikipedia Ingxoxo ngeWikipedia Ngokweenkcukacha Ingxoxo ngokweenkcukacha iMediaWiki Ingxoxo ngeMediaWiki iThemplethi Ingxoxo yethemplethi Uncedo Ingxoxo ngoncedo Uluhlu Ingxoxo ngoluhlu TimedText TimedText talk Module Module talk Event Event talk Amanda Black 0 6847 40468 40451 2026-05-10T11:45:34Z Dumbassman 8587 40468 wikitext text/x-wiki '''UAmanda Benedicta Antony''' [[AmaXhosa|ngumXhosa]].<ref name=":0" /> Wazalwa ngomhla wa24 kweyeKhala ngowe1993 [[Mthatha|eMthatha]], [[IPhondo laseMpuma-Koloni|eMpuma Koloni]], e[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]]. Ukhulele eGcuwa, e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]], apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala naseMonti. Emva kwexesha wafudukela e[[IBhayi|Bhayi]], apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, e[[IBhayi|Bhayi]], phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiYunivesithi yase[[Nelson Mandela Metropolitan University|Nelson Mandela Metropolitan]], apho waye wafunda khona izifundo zoMculo.<ref name=":1" /> [[Ngokweenkcukacha:Amanda Black Blue and Pink, 2017.jpg|thumb|Amanda Black]] Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio ''[[Amazulu (album)|elithi Amazulu]]'', lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “yeYona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka kowa2016”. Kwaye wakhankanywa "njengOyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna newonga le “Yona albhamu yeR&B yeSoul/Reggae”.<ref name=":2" /><sup>1]</sup> Ngowa2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwi[[:en:Apple_Music|Apple Music]]. == Imbali ngobomi nangemfundo kaAmanda == UAmanda Benedicta Antony [[AmaXhosa|ngumXhosa]].<ref name=":0">{{Cite web|last=TshisaLIVE|title=Amanda Black: I once believed that being black wasn't cool|url=http://www.timeslive.co.za/entertainment/2017/03/01/Amanda-Black-I-once-believed-that-being-black-wasnt-cool|accessdate=28 May 2017|website=Times LIVE}}</ref> Uzalwe ngomhla we-24 kweye Khala ngo 1993 [[Mthatha|eMthatha]], [[IPhondo laseMpuma-Koloni|eMpuma Koloni]], e[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]]. Ukhulele eGcuwa, e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]], apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala nase Monti. Emva kwexesha wafudukela e[[IBhayi|Bhayi]], apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, e[[IBhayi|Bhayi]], phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiDyunivesithi yase [[Nelson Mandela Metropolitan University]], apho waye wafunda khona izifundo zoMculo.<ref name=":1">{{Cite web|last=Bambalele|first=Patience|title=Amanda Black proves her star power|url=http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|accessdate=21 May 2017|website=Sowetan LIVE|archive-date=22 September 2017|archive-url=https://web.archive.org/web/20170922002533/http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|dead-url=yes}}</ref> Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio ''[[Amazulu (album)|elithi Amazulu]]'', lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “Eyona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka ka 2016”. Kwaye wakhankanywa njengo “Oyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna ne wonga le “yona albhamu yeR&B ye Soul/Reggae”. <ref name=":2">{{Cite web|last=Bambalele|first=Patience|title=Amanda Black proves her star power|url=http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|accessdate=28 May 2017|website=Sowetan LIVE|archive-date=22 September 2017|archive-url=https://web.archive.org/web/20170922002533/http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|dead-url=yes}}</ref><sup>1]</sup> Ngo-2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwiApple [[Apple Music|Music]]. == Umsebenzi == Waqala ukucula esemncinane ecaweni nasesikolweni de wagqiba iminyaka elishumi elinambini ubudala. Waze wathatha inxaxheba kukhuphiswano olwaluzingela italente okwambonisa ukuba adlale eqongeni. == Imithombo == {{reflist}} [[Uluhlu:Umculo]] pgbai1f0mdsdj0265pxfs1jov5570vo 40469 40468 2026-05-10T11:45:52Z Dumbassman 8587 40469 wikitext text/x-wiki [[Ngokweenkcukacha:Amanda Black Blue and Pink, 2017.jpg|thumb|Amanda Black]] '''UAmanda Benedicta Antony''' [[AmaXhosa|ngumXhosa]].<ref name=":0" /> Wazalwa ngomhla wa24 kweyeKhala ngowe1993 [[Mthatha|eMthatha]], [[IPhondo laseMpuma-Koloni|eMpuma Koloni]], e[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]]. Ukhulele eGcuwa, e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]], apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala naseMonti. Emva kwexesha wafudukela e[[IBhayi|Bhayi]], apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, e[[IBhayi|Bhayi]], phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiYunivesithi yase[[Nelson Mandela Metropolitan University|Nelson Mandela Metropolitan]], apho waye wafunda khona izifundo zoMculo.<ref name=":1" /> Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio ''[[Amazulu (album)|elithi Amazulu]]'', lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “yeYona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka kowa2016”. Kwaye wakhankanywa "njengOyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna newonga le “Yona albhamu yeR&B yeSoul/Reggae”.<ref name=":2" /><sup>1]</sup> Ngowa2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwi[[:en:Apple_Music|Apple Music]]. == Imbali ngobomi nangemfundo kaAmanda == UAmanda Benedicta Antony [[AmaXhosa|ngumXhosa]].<ref name=":0">{{Cite web|last=TshisaLIVE|title=Amanda Black: I once believed that being black wasn't cool|url=http://www.timeslive.co.za/entertainment/2017/03/01/Amanda-Black-I-once-believed-that-being-black-wasnt-cool|accessdate=28 May 2017|website=Times LIVE}}</ref> Uzalwe ngomhla we-24 kweye Khala ngo 1993 [[Mthatha|eMthatha]], [[IPhondo laseMpuma-Koloni|eMpuma Koloni]], e[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]]. Ukhulele eGcuwa, e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]], apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala nase Monti. Emva kwexesha wafudukela e[[IBhayi|Bhayi]], apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, e[[IBhayi|Bhayi]], phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiDyunivesithi yase [[Nelson Mandela Metropolitan University]], apho waye wafunda khona izifundo zoMculo.<ref name=":1">{{Cite web|last=Bambalele|first=Patience|title=Amanda Black proves her star power|url=http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|accessdate=21 May 2017|website=Sowetan LIVE|archive-date=22 September 2017|archive-url=https://web.archive.org/web/20170922002533/http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|dead-url=yes}}</ref> Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio ''[[Amazulu (album)|elithi Amazulu]]'', lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “Eyona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka ka 2016”. Kwaye wakhankanywa njengo “Oyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna ne wonga le “yona albhamu yeR&B ye Soul/Reggae”. <ref name=":2">{{Cite web|last=Bambalele|first=Patience|title=Amanda Black proves her star power|url=http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|accessdate=28 May 2017|website=Sowetan LIVE|archive-date=22 September 2017|archive-url=https://web.archive.org/web/20170922002533/http://www.sowetanlive.co.za/entertainment/2016/12/15/amanda-black-proves-her-star-power|dead-url=yes}}</ref><sup>1]</sup> Ngo-2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwiApple [[Apple Music|Music]]. == Umsebenzi == Waqala ukucula esemncinane ecaweni nasesikolweni de wagqiba iminyaka elishumi elinambini ubudala. Waze wathatha inxaxheba kukhuphiswano olwaluzingela italente okwambonisa ukuba adlale eqongeni. == Imithombo == {{reflist}} [[Uluhlu:Umculo]] 9v4dnbe9gf4tigjvqkcgtn2997ruw5c Selected Ambient Works 85–92 0 8559 40470 40448 2026-05-10T11:46:19Z Dumbassman 8587 40470 wikitext text/x-wiki '''Selected Ambient Works 85-92''' ngu-Aphex Twin yialbhamu ye-ambient ne-electronic ekhuthazayo, ekhishwe ngo-1992. Le albhamu ibonisa imisebenzi ka-Aphex Twin, egxile kumajolise e-ambient, kunye nemisebenzi ye-techno kunye ne-IDM (Intelligent Dance Music). Itrack ye-albhamu inobuhle obungavumi ukukhangeleka, idibanisa izandi zokuzola nezinye ezihamba phambili, ezibuyela kwiimeko ezipheleleyo nezicwangciso. Le albhamu ibaluleke kakhulu emhlabeni we-electronic music kwaye ibonisa izinto ezintsha eziphucula amathuba okuvelisa umculo ohlukeneyo. Kwasekuqaleni kwakho, i-ambient ineezimvo zokuqonda, ngelixa i-Aphex Twin idibanisa imithombo ye-intelligent, yenza ukuba ibe yinzuzo yokucinga ngendlela emnandi. [[Uluhlu:Umculo]] k53r26ad2qrvxbb6yjb2nrumll0cig4