Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.47.0-wmf.8
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
IBhayi
0
2170
40932
32581
2026-06-30T09:39:06Z
Blueconcorde
16071
40932
wikitext
text/x-wiki
[[File:Port_Elizabeth_1991.jpg|thumb|right|250px|iBhayi]] '''iBhayi''' ([[IsiNgesi]]: Gqeberha) yidolophu [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]], imi kwi[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Phondo laseMpuma Koloni]], kumgama ongangama 770 yeekhilomitha (478 i-mile) ngasempumalanga kwiKapa. Isixeko esisoloko sishwankathelwa njengePE yaye iteketiswa ngokuba "ISixeko esinoBubele" okanye "ISixeko soMoya oVuthuzayo, sinaba kangange 16 yeekhilomitha kufutshane kwi-Algoa Bay, yaye yenye yeendawo ezimandla eMzantsi Afrika yokuma kweenqanawa. Ikwabizwa njengeKomkhulu loMdlalo waseManzini kwi-Afrika yonke.
IBhayi laqanjwa njengedolophu ngo1820 ukuze kuhlaliswe amaSetlane aseBritane njengendlela yokuqinisa ingingqi ekummandla ophakathi kweKoloni namaXhosa. Ngoku yakha inxenye yoMasipala iNelson Mandela Bay Metropolitan Municipality enabantu abahlalayo abali-1.3 yezigidi zamawaka.
Ukusukela ngoFebruwari 2021, igama likaGqeberha, elivela kwigama lesiXhosa kwilokishi yaseWalmer, lenziwe labhengezwa ngurhulumente woMzantsi Afrika ukuba anyule isixeko saseBhayi.
== Umlando ==
* [[Ebhayi]]
{{DEFAULTSORT:Bhayi}}
[[Category:IDolophu]]
[[Category:IPhondo yaMpuma-Koloni]]
{{stub}}
986511fdsepx4zibc7pf53r3ll528on
40933
40932
2026-06-30T09:39:42Z
Blueconcorde
16071
40933
wikitext
text/x-wiki
[[File:City Hall Port Elizabeth-003.jpg|thumb|right|250px|iBhayi]] '''iBhayi''' ([[IsiNgesi]]: Gqeberha) yidolophu [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]], imi kwi[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Phondo laseMpuma Koloni]], kumgama ongangama 770 yeekhilomitha (478 i-mile) ngasempumalanga kwiKapa. Isixeko esisoloko sishwankathelwa njengePE yaye iteketiswa ngokuba "ISixeko esinoBubele" okanye "ISixeko soMoya oVuthuzayo, sinaba kangange 16 yeekhilomitha kufutshane kwi-Algoa Bay, yaye yenye yeendawo ezimandla eMzantsi Afrika yokuma kweenqanawa. Ikwabizwa njengeKomkhulu loMdlalo waseManzini kwi-Afrika yonke.
IBhayi laqanjwa njengedolophu ngo1820 ukuze kuhlaliswe amaSetlane aseBritane njengendlela yokuqinisa ingingqi ekummandla ophakathi kweKoloni namaXhosa. Ngoku yakha inxenye yoMasipala iNelson Mandela Bay Metropolitan Municipality enabantu abahlalayo abali-1.3 yezigidi zamawaka.
Ukusukela ngoFebruwari 2021, igama likaGqeberha, elivela kwigama lesiXhosa kwilokishi yaseWalmer, lenziwe labhengezwa ngurhulumente woMzantsi Afrika ukuba anyule isixeko saseBhayi.
== Umlando ==
* [[Ebhayi]]
{{DEFAULTSORT:Bhayi}}
[[Category:IDolophu]]
[[Category:IPhondo yaMpuma-Koloni]]
{{stub}}
dn8j9xoa6wrf2jbl88fus5flf6v2jt4
Ilungu:Ясамойла
2
9083
40925
2026-06-29T17:05:44Z
Ясамойла
14560
пачатак
40925
wikitext
text/x-wiki
{{babel|xh-0|be-4|ru-4|cu-4|uk-2|en-2|pl-2|sr-1|bg-1|mk-1|sh-1|rue-1|rsk-1|hsb-1|dsb-1|csb-1|cs-1|sk-1|sl-1|es-1|it-1|fr-1|la-1|lv-1|lt-1}}
1dom7l0js04svh5tjqiqsxixwhiwlny
40931
40925
2026-06-29T17:06:25Z
Ясамойла
14560
дапаўненьне
40931
wikitext
text/x-wiki
{{babel|xh-0|be-4|ru-4|cu-4|uk-2|en-2|pl-2|sr-1|bg-1|mk-1|sh-1|rue-1|rsk-1|hsb-1|dsb-1|csb-1|cs-1|sk-1|sl-1|es-1|it-1|fr-1|la-1|lv-1|lt-1}}
Жыву ў Эўропе.
hjkm5btiwpgbfzg4vmsvu9koqyzm0sv
Uluhlu:User cu
14
9084
40926
2026-06-29T17:05:45Z
Babel AutoCreate
6181
Automatically creating [[Project:Babel|Babel]] category page
40926
wikitext
text/x-wiki
Users in this category indicate their knowledge of language Church Slavic.
[[Category:Babel_-_Users_by_language|cu]]
6hv7k4dqlfrzkbh36cxr103bwxu6tfr
Uluhlu:User mk
14
9085
40927
2026-06-29T17:05:45Z
Babel AutoCreate
6181
Automatically creating [[Project:Babel|Babel]] category page
40927
wikitext
text/x-wiki
Users in this category indicate their knowledge of language Isi-Macedonian.
[[Category:Babel_-_Users_by_language|mk]]
pd5qt4r8bz48hfpe92khcgpk15yssk8
Uluhlu:User rue
14
9086
40928
2026-06-29T17:05:45Z
Babel AutoCreate
6181
Automatically creating [[Project:Babel|Babel]] category page
40928
wikitext
text/x-wiki
Users in this category indicate their knowledge of language Rusyn.
[[Category:Babel_-_Users_by_language|rue]]
fcrd1zkx0ge35ual1hhx8vvbyremj96
Uluhlu:User rsk
14
9087
40929
2026-06-29T17:05:45Z
Babel AutoCreate
6181
Automatically creating [[Project:Babel|Babel]] category page
40929
wikitext
text/x-wiki
Users in this category indicate their knowledge of language Pannonian Rusyn.
[[Category:Babel_-_Users_by_language|rsk]]
5c50c8etm11ymdting2zmuy88idjh4f
Uluhlu:User sl
14
9088
40930
2026-06-29T17:05:45Z
Babel AutoCreate
6181
Automatically creating [[Project:Babel|Babel]] category page
40930
wikitext
text/x-wiki
Users in this category indicate their knowledge of language Isi-Slovenian.
[[Category:Babel_-_Users_by_language|sl]]
8a2r4ssug2z94k8xu6k9ejcn8ozky16