Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.47.0-wmf.12
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
Isohlwayo
0
4857
41496
35138
2026-07-23T23:16:52Z
Schekinov Alexey Victorovich
6995
41496
wikitext
text/x-wiki
[[File:Cazin 1905 Rudolf Bruner Dvorak.jpg|thumb|{{PAGENAME}} (1905)]]
'''Isohlwayo''' kuxa into kwenziwe into [[umntu|emntwini]] okanye kw[[isilwanyana]] abe loo mntu okanye eso silwanyana singayithandi loo nto eyenziwa kuye okanye kuso. kusenokwenzeka okokuba bophule [[umgaqo]]. Zininzi iintlobo zokohlwaya, zingasuka [[kwisigwebo sentambo]] kulo lonke [[ulwaphulo mthetho]] olumasikisi, kuye kwizinto ezithi zenziwe ng[[abazali]] xa besohlwaya [[abantwana]], ezinje ngokubabetha okanye bathathe izixhobo zabo zokudlala.
Ukohlwaya kungabonwa njengento elungileyo [[intlalo|ekuhlaleni]], kuba kunqanda kukwakhusela abantu ukuba bangakwazi ukwenza izinto ezigwenxa. Kusenokubonwa nje ngesenzo esikhohlakeleyo nesingeyomfuneko. kusenokubonwa njengesenzo esidala ubungozi ngakumbi kunokuba kulungise. <ref>{{cite book|url=http://www.questia.com/library/117883283/the-case-against-punishment-retribution-crime-prevention|title=The Case against Punishment: Retribution, Crime Prevention, and the Law|author=Deirdre Golash|location=New York|publisher=New York University Press|year=2004|access-date=2016-01-22|archive-date=2016-03-04|archive-url=https://web.archive.org/web/20160304095558/https://www.questia.com/library/117883283/the-case-against-punishment-retribution-crime-prevention|dead-url=yes}} {{Page needed|date=October 2013}}</ref>
5xr0gpvkzsj99u03ohsjz03tz22hvsb