Wikipedia
xhwiki
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo
MediaWiki 1.47.0-wmf.13
first-letter
iMedia
Mahluko
Ingxoxo
Ilungu
Ingxoxo nelungu
Wikipedia
Ingxoxo ngeWikipedia
Ngokweenkcukacha
Ingxoxo ngokweenkcukacha
iMediaWiki
Ingxoxo ngeMediaWiki
iThemplethi
Ingxoxo yethemplethi
Uncedo
Ingxoxo ngoncedo
Uluhlu
Ingxoxo ngoluhlu
TimedText
TimedText talk
Module
Module talk
Event
Event talk
UJacinta Ngobese-Zuma
0
9207
41509
41339
2026-07-30T14:54:13Z
CommonsDelinker
87
Removing [[:c:File:Jacinta_Ngobese-Zuma.png|Jacinta_Ngobese-Zuma.png]], it has been deleted from Commons by [[:c:User:Wdwd|Wdwd]] because: Copyright violation, see [[:c:Commons:Licensing|]].
41509
wikitext
text/x-wiki
{{Infobox person|name=Jacinta Ngobese-Zuma|image=|alt=|caption=|birth_name=|birth_date={{Birth date and age|1986|7|6}}|birth_place=KwaZulu-Natal, South Africa|occupation=Activist, former radio broadcaster|known_for=Founder and leader of ''[[March and March]]''|years_active=2000s–present}}'''UJacinta Ngobese-Zuma''' litshantliziyo laseMzantsi Afrika owayengu ngumsasazi kanomathotholo. Ungumseki kunye nenkokeli yesizwe yombutho yoluntu <nowiki><i>iMarch and March</i></nowiki>, ekhankasela ukuthotyelwa kwemithetho yokufudukela kwabantu eMzantsi Afrika. Ukuzibandakanya kwakhe ekuxhaseni uluntu kuye kwafumana ingqalelo enkulu, kwaye iye yaxhaswa yaphinda yagxekwa, abahxhasi bayichaza njengento yokunyanzelisa umthetho ngelixa abagxeki bephikisana ukuba lentshukumo ikhuthaza ucalucalulo lwabantu basemzini.
== Umsebenzi ==
UNgobese-Zuma waqala umsebenzi wakhe wokusasaza waza wasebenza kwizikhululo zikanomathotholo ezininzi KwaZulu-Natal. Phambi kokuba abe ngumsasazi kwiVuma FM uye wasebenza eVibe 94.7 FM, iInanda FM, kunye neGagasi FM. Ebe ngumqhubi wenkqubo yasemini ebizwa ngokuba yi ''"Cruise with Jacinta Ngobese"'' kwiVuma FM kunyaka wama-2019 kuya kowama-2025. Ngexesha ebesesasebenza njengomsasazi uye waduma kwezoushishino, waphumelela amabhaso aliqela ukuquka iMTN Radio Award yokuvelisa umxholo kwiGagasi FM. <ref>{{Cite web|last=Jabulani|first=Langa|title=Presenter starts year on a high note!|url=https://www.snl24.com/dailysun/celebs/radio-jacinta-ngobese-is-nominated-for-the-ladies-in-media-awards-20240108|accessdate=28 June 2026|website=snl24.com}}</ref><ref name="chosen">{{Cite news|date=1 September 2023|title=Durban media personality chosen for prestigious programme in the US|work=Daily News|publisher=Independent Media|url=https://iol.co.za/dailynews/news/2023-09-01-durban-media-personality-chosen-for-prestigious-programme-in-the-us/}}</ref>
Kunyaka ka-2023 wakhethwa ukuba athathe inxaxheba kwiNkqubo yoBunkokeli beeNdwendwe zaMazwe ngaMazwe kwilizwe iUnited States, emele ingcali zeendaba zaseMzantsi Afrika.<ref name="chosen" /> Ngelaxesha lephulo lakhe lokuxhasa nokfudukela kwelinye ilizwe<ref>{{Cite web|title=Presenter takes legal action against Vuma FM over termination of contract|url=https://sundaytribune.co.za/news/2025-08-27-presenter-takes-legal-action-against-vuma-fm-over-termination-of-contract/|accessdate=28 June 2026|website=sunday tribune.co.za}}</ref>, isivumelwano sakhe somsebenzi kunye ne Vuma FM saphela ngaphandle kwezizathu ngo-2025. Utyhole [[:en:ANC|iANC]] yakwaZulu Natal njengonobangela wokuvuselelwa kwesivumelwano sakhe.<ref>{{Cite web|last=Ntanzi|first=Hope|title=Jacinta Ngobese-Zuma fights back: Legal action against ANC KZN's 'misleading claims'|url=https://iol.co.za/news/south-africa/2025-07-24-jacinta-ngobese-zuma-fights-back-legal-action-against-anc-kzns-misleading-claims/|accessdate=1 July 2026|website=iol.co.za}}</ref> Emva koko wavula ''ipodcast entsha'' kwaYouTube, enesihloko esithi ''<nowiki/>'Zoom in with Jacinta MaNgobese Zuma'.'' <sup class="noprint Inline-Template Template-Fact" style="white-space:nowrap;">[ ''<nowiki><span title="This claim needs references to reliable sources. (July 2026)">isicatshulwa siyafuneka</span></nowiki>'' ]</sup>
[[Uluhlu:Articles with hCards]]
1r86j4fgwcc3pw8hri2lsb6sugfs197
1820 Settlers National Monument
0
9215
41510
41354
2026-07-30T23:37:22Z
InternetArchiveBot
10408
Rescuing 1 sources and tagging 0 as dead.) #IABot (v2.0.9.5
41510
wikitext
text/x-wiki
I1820 Settlers National Monument,<ref name="Preez1982">{{Cite book|last=Hester Maria Johanna Du Preez|url=https://books.google.com/books?id=wwgEAAAAYAAJ|title=Museums of the Cape: a guide to the province-aided museums of the Cape|publisher=Dept. of Nature Environmental Conservation of the Provincial Administration of the Cape of Good Hope|year=1982|isbn=978-0-7984-0114-2|pages=18–22|access-date=17 September 2013}}</ref> ehlonipha igalelo elenziwa ngamaBritane ngo-1820 kuluntu lwaseMzantsi Afrika, ijonge<ref>{{Cite book|url=https://books.google.com/books?id=rXN6xJjPlrwC&pg=PA378|title=South Africa|publisher=Rough Guides|year=2002|isbn=978-1-85828-853-6|pages=378–|access-date=17 September 2013}}</ref> [[IRhini|irhini]] (Makhanda) eMpuma Koloni. Ikhumbula amaNgqina aseMzansti Afrika, kwakunye nolwimi lwesiNgesi,<ref name="DoxtaderVilla-Vicencio2004">{{Cite book|last=Erik Doxtader|url=https://books.google.com/books?id=dEHHE9Jf1DYC&pg=PA361|title=To Repair the Irreparable: Reparation and Reconstruction in South Africa|last2=Charles Villa-Vicencio|publisher=New Africa Books and the Institute for Justice and Reconciliation (South Africa)|year=2004|isbn=978-0-86486-618-9|pages=361–|author-link=Erik Doxtader|author-link2=Charles Villa-Vicencio}}</ref> njengabemi ngokwabo. Isakhiwo senziwe nguJohn Sturrock, owayephefumlelwe ngumsebenzi kaLouis Kahn.<ref name="Artefacts">{{Cite web|last=MARTINSON, William Andrew|title=STURROCK, Frederick Lamond (Jock)|url=https://www.artefacts.co.za/main/Buildings/archframes.php?archid=1660|accessdate=2014-07-14|website=Southern African Built Environment|publisher=Artefacts|archive-date=2014-07-20|archive-url=https://web.archive.org/web/20140720015926/http://www.artefacts.co.za/main/Buildings/archframes.php?archid=1660|dead-url=yes}}</ref><ref name="GF">{{Cite web|title=A memorial with a purpose|url=http://www.foundation.org.za/index.php?pid=23|archive-url=https://web.archive.org/web/20140508063514/http://www.foundation.org.za/index.php?pid=23|archive-date=2014-05-08|accessdate=2014-07-14|publisher=The Grahamstown Foundation}}</ref> Isakhiwo sakhiwa nguMurray noStewart (EP) Pty Ltd
== Umnyhadala weZobugcisa weSizwe ==
Isakhiwo sinxulunyaniswa kakhulu noMnyhadala weZobugcisa weSizwe (National Arts Festival), edla ngokubizwa ngokuba nguMnyhadala waseRhini. Ukususela ekuvulweni kwesakhiwo ngoJulayi 13, 1974, umsitho ubusoloko ubanjwa apho minyaka le, ngaphandle ko-1975. Phantse zonke iindawo zokudibanela eMakhanda ziyasetyenziswa ngexesha lomnyhadala, kodwa i1820 Settlers Monument sisikhokelo somsitho kwaye sesona sakhiwo sikhulu. Ithiyetha engundoqo kwesi sakhiwo ithiywe ngo Guy Butler.
== Umlilo ngo-1994 ==
Esi sikhumbuzo satshatyalaliswa ngumlilo ngo-1994 <ref>{{Cite book|last=South African Parliament|url=https://books.google.com/books?id=15JCAQAAIAAJ|title=Debates of the Senate (Hansard)|publisher=Government Printer|year=1994}}</ref> saza sakhiwa kwakhona <ref>{{Cite book|last=Williams|first=Lizzie|url=https://books.google.com/books?id=9FL9AgAAQBAJ&pg=PA182|title=South Africa Dream Trip|publisher=Footprint Travel Guides|year=2013|isbn=978-1-907263-69-9}}</ref> saza sanikezelwa kwakhona ngokusesikweni nguNelson [[Nelson Mandela|Mandela]] ngoMeyi 1996.
== Bona kwakho ==
3exgs269j4kef2q7k71ad52shf2jl4c