Wikipedia xhwiki https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo MediaWiki 1.47.0-wmf.18 first-letter iMedia Mahluko Ingxoxo Ilungu Ingxoxo nelungu Wikipedia Ingxoxo ngeWikipedia Ngokweenkcukacha Ingxoxo ngokweenkcukacha iMediaWiki Ingxoxo ngeMediaWiki iThemplethi Ingxoxo yethemplethi Uncedo Ingxoxo ngoncedo Uluhlu Ingxoxo ngoluhlu TimedText TimedText talk Module Module talk Event Event talk I-Khandida 0 5074 41641 33778 2026-09-02T16:44:42Z InternetArchiveBot 10408 Add 1 book for [[en:Wikipedia:Verifiability|verifiability]] (20260902)) #IABot (v2.0.9.5) ([[User:GreenC bot|GreenC bot]] 41641 wikitext text/x-wiki '''''IKhandida''''' yi-genus okanye ukuqokolelana kwee-yeasts. I-Yeasts luhlobo oluthile lwe- [[I-Fungi|fungus]]. eli qela le-fungi lilelona qela lingunobangela oxhaphakileyo owenza   iusuleleko nge-fungus emhlabeni jikelele.<ref>Manolakaki, D., Velmahos, G., Kourkoumpetis, T., Chang, Y., Alam, H. B., De Moya, M. M., & Mylonakis, E. (2010). </ref> Uninzi lwabantu sele lunayo okanye sele luvulelekile kweli qela le-fungus kodwa abakaguli bona. Ukuba umntu uphelelwa ngamandla ngenxa yasigulo simbi, le fungus ingasenza isifo.<ref>Kourkoumpetis, Themistoklis K., et al. </ref> ''I-Candida albicans'' lolona hlobo lwe-Candida luxhaphakileyo. Usuleleko nggale fungus lubizwa ngokuba yi-candidiasis okanye yi-thrush. Ezinye iintlobo zeli qela zingafumaneka kwi-gut yomntu.<ref>Spanakis, Elias K., et al. </ref> Abantu bangachatshazelwa lusuleleko lwegazi ngenxa yale fungus.  <ref name="Enfert">{{Cite book}}</ref> Amachiza abizwa ngokuba zii-antibiotics aziyinyangi usuleleko lwe-yeast. into eyenzekayo kukuba i-antibiotic ingalunwenwisa ngakumbi usuleleko ngeCandida.<ref>Kennedy, MJ et al. </ref> Abafazi bangalufumana kwizinyi zabo usuleleko lweCandida. Amadoda nawo angalufumana usuleleko lweCandida ebudodeni babo. Ukuba umntu usebenzisa ii-antibiotics ixesha elide,  Maninzi kubo amathuba okufumana usuleleko lwe-Candida. Abantu abaneswekile okanye i-HIV maninzi amathuba kubo okufumana usuleleko lwe-yeast.<ref>{{Cite web|first=James M.|last=Steckelberg|url=http://www.mayoclinic.org/male-yeast-infection/expert-answers/faq-20058464|title=Male yeast infection: Can I get it from my girlfriend?|publisher=Mayo Clinic|date=2012-09-18|accessdate=2014-03-23}}</ref><ref>{{Cite web|url=http://www.nlm.nih.gov/medlineplus/yeastinfections.html|title=Yeast Infections: MedlinePlus|publisher=Nlm.nih.gov|accessdate=2014-03-23}}</ref> == Indima yayo njenge-pathogen == Le fungus ingakhuliswa e-lab. I-''Candida'' ibonakala ngathi zizazinge ezinkulu ezimile okwesangqa nesimhlophe nesimthubi elinuka njengesonka.<ref name="DrFungus">{{Cite web|title=Candida species|work=DoctorFungus.org|url=http://www.doctorfungus.org/thefungi/Candida_spp.htm|accessdate=2007-02-09|archiveurl=https://web.archive.org/web/20070208004957/http://www.doctorfungus.org/thefungi/Candida_spp.htm|archivedate=2007-02-08}}</ref>I-''Candida'' ingafumaneka phantse kuzo zonke izikhumba eziphilileyo.<ref name="rmm"><span class="citation" id="CITEREFJawetz_et_al.1978">Jawetz et al.&#x20;(1978),&#x20;"Medical Mycology",&#x20;''Review of Medical Microbiology''&#x20;(13th ed.),&#x20;pp.&nbsp;276–278</span></ref> Isikhumba esomileyo sine-fungus.<ref name="Mims">{{Cite book}}</ref> Amanani amancinane ale fungus afumaneka kwamanye amalungu omzimba. Laa malungu yimpumlo, umqala nemiphunga; i-digestive system nesinyi. Yinto eqhelekileyo leyo.  Xa le fungus idala isifo esisemlonyeni sibizwa ngokuba yi-thrush (i-oropharyngeal candidiasis). Xa le fungus idala isifo kwisizalo somfazi ibizwa ngokuba yi-vaginal candidiasis okanye kuthiwa nje yi-'yeast infection'. I-thrush ixhaphakile ebantwini abanxiba ii- dentures.<ref name="Darwazeh_1990">{{Cite journal}}</ref> == Treatment == Abantu abaphila ngaphandle kokugula, usuleleko nge-candida lunganyangeka nge-oli yesikhumba  okanye ichiza elinokuginywa.  <ref>{{Cite web|url=http://www.webmd.com/skin-problems-and-treatments/candidiasis-yeast-infection|title=Yeast Infections (Candidiasis) in Men and Women|publisher=WebMD|date=2012-11-12|accessdate=2014-03-23}}</ref> Amayeza esikhumba angathengwa evenkileni ngaphandle kokuba ubhalelwe ngugqirha.  Kubantu abasele begula kakade,  i-candidiasis ingasisigulo esinobunzulu obukhulu. Isenokudala i-abscess, thrombophlebitis, usuleleko lwentliziyo  (i-endocarditis). Isenokudala usululeko lwamehlo okanye lwezinye ii-organs.<ref name="Enfert">{{cite book | author = Enfert C, Hube B (editors) | title = Candida: Comparative and Functional Genomics | url = https://archive.org/details/candidacomparati0000unse | publisher = Caister Academic Press | year = 2007 | isbn = 978-1-904455-13-4 }}</ref><ref name="rmm"><span class="citation" id="CITEREFJawetz_et_al.1978">Jawetz et al.&#x20;(1978),&#x20;"Medical Mycology",&#x20;''Review of Medical Microbiology''&#x20;(13th ed.),&#x20;pp.&nbsp;276–278</span></ref> Usululeko lwe-Candida lungangena emzimbeni ngemikrwelo,ukugruzuka nokusikeka kwesikhumba.  <ref name="Mims">{{Cite book}}</ref> == I-Species == Ezinye ii-Candida ezibalulekileyo yi-''C. i-parapsilosis'', ''C. tropicalis'', kunye ne-''C. dubliniensis''.<ref name="Enfert">{{Cite book}}</ref> == References == {{Reflist|2}} == Ezinye ii-websites == paoqtisqrey0zcm961ovxw35arb0dg5 URobert Sobukwe 0 8937 41642 40249 2026-09-02T16:48:38Z InternetArchiveBot 10408 Add 1 book for [[en:Wikipedia:Verifiability|verifiability]] (20260902)) #IABot (v2.0.9.5) ([[User:GreenC bot|GreenC bot]] 41642 wikitext text/x-wiki   '''URobert Mangaliso Sobukwe''' OMSG (5 EyoMnga 1924 – 27 EyoMdumba 1978) wayengomnye wamatsha ntliziyo awayelwela inkululeko yaseMzantsi Afrika owayechasene nocalucalulo kunye no mntu owaqala umbutho iPan Africanist Congress (PAC), esebenza njengomongameli wokuqala walo mbutho. USobukwe wayejongwa njengomxhasi oqinileyo wekamva lama-Afrika [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]] kwaye wayechasa intsebenziswano yezopolitiko naye nabani na ongengomAfrika, echaza "umAfrika" njengaye nabani na ohlala kwaye ethobela [[I-Afrika|iAfrika]] kwaye okulungeleyo ukuthobela ulawulo lwabantu baseAfrika. <ref name="Maaba3">{{Cite journal|last=Maaba|first=Brown Bavusile|date=2001|title=The Archives of the Pan Africanist Congress and the Black Consciousness-Orientated Movements|journal=History in Africa|volume=28|pages=417–438|doi=10.2307/3172227|jstor=3172227}}</ref> Ngo1960 EyoKwindla, uSobukwe waququzelela waza waqalisa iphulo loqhanqalazo elungenanabungozi kuba waye chasene nemithetho yamapasi, apho athe wagwetywa iminyaka emithathu entolongweni ngenxa yezizathu zokuphembelela uqhanqalazo. Ngo1963, ukuphunyezwa kwe-"Sobukwe Clause," kwavumela ukuhlaziywa okungapheliyo kwesigwebo sakhe sentolongo, <ref>{{Cite web|title=2014 Archive - Why Robert Sobukwe is not dead|url=https://www.ru.ac.za/perspective/2014archive/whyrobertsobukweisnotdead.html|accessdate=2025-06-07|website=www.ru.ac.za}}</ref> kwaye uSobukwe emvakoko wafuduselwa eRobben Island ukuze avalelwe apho wayehleli kwisisele esimnyama yedwa . Ekupheleni konyaka wakhe wesithandathu eRobben [[Robben Island|Island]], wakhululwa waza wavalelwa endlwini , ngo nyaka ka 1978 uye wanabela uqaqaqa emva esavalelwe endlwini kulowonyaka. <ref name=":03">{{Cite web|title=Robert Sobukwe {{!}} South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe|accessdate=2022-04-06|website=www.sahistory.org.za}}</ref> == Obomi bakwangoko == === Ubuntwana: 1924–1947 === USobukwe wazalelwa eGraaff-Reinet kwiPhondo [[IPhondo laseMpuma-Koloni|laseMpuma Koloni]] ngomhla wesi-5 kweyoMnga ngo-1924. <ref name=":03">{{Cite web|title=Robert Sobukwe {{!}} South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe|accessdate=2022-04-06|website=www.sahistory.org.za}}</ref> URobert Sobukwe wayenguntondo kubantakwabo. Wayenabantakwabo bahlanu abafowabo abane nodadewabo omnye. <ref name=":03" /> Ngelixa uyise owayevela eLesotho wayesebenza njengonobhala wevenkile jikelele kunye nomsiki weenkuni wexesha elincinci, umama kaSobukwe ongumXhosa wayesebenza njengomsebenzi wasekhaya kumakhaya abamhlophe. <ref>{{Cite web|title=Sobukwe: A Great Soul {{!}} Alexander Street, part of Clarivate|url=https://search.alexanderstreet.com/preview/work/bibliographic_entity%7Cvideo_work%7C2479727|accessdate=2025-10-22|website=search.alexanderstreet.com}}</ref> Robert amabanga akhe aphantsi uwafunde emishini eGraaff Reinet [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]] . <ref name=":03" /> Kwiminyaka eli-15 ubudala, uSobukwe waqhubeka waza ekugqibeleni wagqiba imfundo yakhe yesibini kwiHealdtown Institute, eyayibonelela ngemfundo yobuKrestu bamaMethodist kunye nobugcisa benkululeko kubo bonke abafundi. <ref name=":13">{{Cite book|last=Pogrund|first=Benjamin|title=Sobukwe and apartheid|url=https://archive.org/details/sobukweapartheid0000pogr|date=1991|publisher=Rutgers University Press|isbn=0-8135-1692-7|oclc=23179056}}</ref> Akugqiba imfundo yakhe apho wabhalisela inkqubo yezifundo yoQeqesho looTitshala kumabanga aphantsi iminyaka emibini. Nangona kunjalo, akazange afumane isikhundla sokufundisa. Kungekudala imfundo kaSobukwe yamiswa ngo nyaka ka -u1943 xa wayenesifo sephepha. <ref name=":03" /> === IFort Hare: 1947–1949 === Ngonyaka ka 1947 uSobukwe wabhalisa kwiKholeji [[IYunivesity yase Fort Hare|yaseMzantsi Afrika yaBantu eFort Hare]], iziko eliphambili labafundi abamnyama bexesha lakhe. <ref name=":03">{{Cite web|title=Robert Sobukwe {{!}} South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe|accessdate=2022-04-06|website=www.sahistory.org.za}}<cite class="citation web cs1" data-ve-ignore="">[https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe "Robert Sobukwe | South African History Online"]. ''www.sahistory.org.za''<span class="reference-accessdate">. Retrieved <span class="nowrap">6 April</span> 2022</span>.</cite></ref> USobukwe wabhalisa isidanga seBakala lokuqala kwizifundo zoBugcisa neze NkcubekoFort Hare, efunda isiNgesi, isiXhosa, kunye noLawulo lwaBantu. <ref name=":03" /> Nangona ekuqaleni uSobukwe wayengenamdla kwezopolitiko, izifundo zakhe zoLawulo lwaBantu (eziphathelele ulawulo lwamaBantu aseMzantsi Afrika), kunye nokwazi kwakhe ezopolitiko eFort Hare, zenze uSobukwe wanomdla kakhulu kwesi sihloko. <ref name=":03" /> Kamva, wagxila ngakumbi kwimibongo nakwidrama. Ukugxila kwakhe kwezopolitiko kwakuqhutywa yimpembelelo yomfundisi wakhe uCecil Ntloko. Wayengumlandeli we All African Convention (AAC). USobukwe kunye nabahlobo bakhe abathathu baqala ushicilelo lwemihla ngemihla olubizwa ngokuba yi Awareness. Olu shicilelolwalungenantsebenziswano kwaye lugxekwa yi Native Representative Councils kunye ne Native Advisory Boards. <ref name=":03" /> wazibandkanya neqela i African National Congress Youth League (ANCYL) ngo nyaka ka 1948. Lo mbutho wawusekwe kwikhampasi yeyunivesithi nguGodfrey Pitje, owathi kamva waba ngumongameli wayo. Ngo nyaka 1949, uSobukwe wonyulwa njengomongameli wokuqala weBhunga lwabaMeli baBafundi baseFort Hare, apho wazibonakalisa khona njengesithethi esibalaseleyo. Ngonyaka ka1949, uSobukwe wadibana noVeronica Mathe kwiSibhedlele saseAlice. Kamva esi sibini sazimanya ngeqhina lomtshato ngonyaka ka1950. <ref name=":03">{{Cite web|title=Robert Sobukwe {{!}} South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe|accessdate=2022-04-06|website=www.sahistory.org.za}}</ref> == Ezopolitiko eziphambili == Ngo-1950, uSobukwe wonyulwa njengotitshala kwisikolo samabanga aphakamileyo [[Standerton|eStanderton]], isikhundla awasiphulukana naso xa wayethetha ngokuthanda iDefiance Campaign ngo-1952 ; nangona kunjalo, wabuyiselwa kwakhona kamva. Ngo-1952, uSobukwe wafumana udumo defiance campaign.Ngelo xesha wangezifakanga zatshona izandla zakhe kwimisebenzi ephambili ye-ANC, kodwa wayesabambe isikhundla sokuba ngunobhala wesebe lombutho eStanderton. <ref name=":4">{{Citation|last=Gerhart|first=Gail M.|title=Black Power in South Africa: The Evolution of an Ideology|date=1978|url=https://doi.org/10.1525/9780520341470-011|work=|pages=|publisher=University of California Press|doi=10.1525/9780520341470-011|access-date=2022-04-29|url-access=subscription}}</ref> === ERhawutini: 1954–1959 === Ngonyaka ka1954, emva kokufudukela [[EGoli|eRhawutini]], uSobukwe waba ngumfundisi wezifundo zamaAfrika kwiDyunivesithi yaseWitwatersrand . <ref>{{Cite web|title=2017-09 - Robert Sobukwe immortalised at Wits - Wits University|url=https://www.wits.ac.za/news/latest-news/general-news/2017/2017-09/robert-sobukwe-immortalised-at-wits.html|url-status=dead|archive-url=https://web.archive.org/web/20220708101004/https://www.wits.ac.za/news/latest-news/general-news/2017/2017-09/robert-sobukwe-immortalised-at-wits.html|archive-date=8 July 2022|accessdate=2022-04-29|website=www.wits.ac.za}}</ref> <ref name="SAinfo2">{{Cite web|last=Alexander|first=Mary|date=2025-03-05|title=Robert Sobukwe: 'There is only one race. The human race'|url=https://southafrica-info.com/history/robert-sobukwe-one-race-human-race/|accessdate=2025-10-22|website=South Africa Gateway|language=en-GB}}</ref> Ngexesha lakhe eRhawutini waba ngumhleli wephephandaba ''iThe Africanist'' kungekudala waqala ukugxeka iANC ngokuvumela ukuba ilawulwe ngabantu abaxhasa iProgressive Party, awayeyibiza ngokuba "ngama-liberal-left-multi-racialists". <ref>{{Cite web|title=Robert Sobukwe &#124; South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/people/robert-sobukwe}}</ref> Wayemele iAfricanist Socialist Democracy. <ref>{{Cite web|title=Robert Sobukwe Inaugural Speech, April 1959 &#124; South African History Online|url=https://www.sahistory.org.za/archive/robert-sobukwe-inaugural-speech-april-1959}}</ref> wayengumsekeli ozinikeleyo weembono zamaAfrika malunga nenkululeko eMzantsi Afrika kwaye wala umbono wokusebenza nabamhlophe. l6lllk7m0yrbsyv1buakgezn0wk6d9m Dope Saint Jude 0 9089 41640 41586 2026-09-02T12:51:21Z Dumbassman 8587 41640 wikitext text/x-wiki UDope Saint Jude wazalelwa waza wakhulela e-Elsies River, indawo yabahlali abamnyama abakwiiflethi [[IKapa|zaseKapa]] [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]] . Wazifundisa ukubetha isiginci eneminyaka elishumi elinesibini ubudala waza waqala ukubhala imibongo ehamba nomculo wakhe. Kamva wangena kwi-brand yakhe ye-hip hop, echazwe njengengoma yokubandakanya, ukwamkela kunye nokuxhobisa abasetyhini. Uyaziwa ngokuzisa umda " ongaqhelekanga " kwindawo ye-hip hop. <ref>{{Cite web|last=Shumba|first=Ano|date=2018-11-08|title=SA's Dope Saint Jude gets featured on Apple Music|url=https://www.musicinafrica.net/magazine/sas-dope-saint-jude-gets-featured-apple-music|accessdate=2 October 2021|website=musicinafrica.net}}</ref> Waqala umsebenzi wakhe ngonyaka ka-2011, edlala njengoSaint Dude, ukumkani wedrag . Ngeli xesha, waqala iqela lokuqala ledrag king elibhalwe phantsi eMzantsi Afrika. Ngonyaka ka-2013, uSaint Jude walishiya iqela ukuze alandele umsebenzi njengomculi ozimele yedwa. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude messes with Cape Town's head|url=https://africasacountry.com/2015/03/dope-saint-jude-messes-with-cape-towns-head|accessdate=2 October 2021|website=africasacountry.com}}</ref> Ukhuphe ingoma yefashoni kunye nevidiyo yomculo ehamba nayo ethi "Keep In Touch" equka u-Angel-Ho ngonyaka ka-2015. Kudliwanondlebe uthe wayivelisa le ngoma ngonyaka ka-2014 esebenzisa i -sample kit [[Eminem|ka-Eminem]] . <ref>{{Cite web|last=Mazaza, Shiba|date=13 March 2015|title="Keep In Touch" by Dope Saint Jude featuring Angel-Ho|url=https://www.designindaba.com/articles/creative-work/keep-touch-dope-saint-jude-featuring-angel-ho|accessdate=23 June 2024|website=Design Indaba}}</ref> Ngonyaka ka-2016, wasebenzisana ne -MIA ukuba yinxalenye yevidiyo yephulo lokukhulisa ulwazi lwe- H&amp;amp;M yeveki yokuvuselela izinto kwihlabathi. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude Has a Right To Flex|url=https://www.okayafrica.com/dope-saint-jude-reimagine/|accessdate=2 October 2021|website=okayafrica.com}}</ref> NgoJulayi 2016, uSaint Jude wakhupha i-EP yakhe yokuqala, iReimagine. <ref>{{Cite web|date=August 2016|title=Rapper Dope Saint Jude has found her cause — it's reimagined and redefined|url=https://mg.co.za/article/2016-08-01-00-rapper-dope-saint-jude-has-found-her-cause-its-reimagined-and-redefined/|accessdate=2 October 2021|website=mg.co.za}}</ref> Ngonyaka ka-2017, wabonakala kwi-albhamu kaJlin, ''iBlack Origami'' . <ref>{{Cite web|date=14 March 2017|title=Jlin Announces Her Hugely Anticipated Sophomore Album|url=https://www.vice.com/en/article/jlin-black-origami-album-announcement/|accessdate=2 October 2021|website=vice.com}}</ref> Udlale kwiCape Town International Jazz Festival ngonyaka ka-2017, <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude: From Elsies River to jazz fest|url=https://www.iol.co.za/entertainment/music/local/dope-saint-jude-from-elsies-river-to-jazz-fest-8401931|accessdate=2 October 2021|website=iol.co.za}}</ref> IYunivesithi yaseStanford ngonyaka ka-2017 <ref>{{Cite web|title=WATCH: Dope Saint Jude performs at Stanford University in California|url=https://www.news24.com/channel/the-juice/news/watch-dope-saint-jude-performs-at-standford-university-in-california-20170530|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> kunye neAfropunk Festival eRhawutini ngonyaka ka-2018. <ref>{{Cite web|date=February 2016|title=QUEER SOUTH AFRICAN ARTISTS DOPE SAINT JUDE AND ANGEL-HO JOIN THE CAPE TOWN ELECTRONIC MUSIC FESTIVAL LINE-UP|url=https://afropunk.com/2016/02/feature-queer-south-african-artists-dope-saint-jude-and-angel-ho-join-the-cape-town-electronic-music-festival-line-up/|accessdate=2 October 2021|website=afropunk.com|archive-date=2 October 2021|archive-url=https://web.archive.org/web/20211002214758/https://afropunk.com/2016/02/feature-queer-south-african-artists-dope-saint-jude-and-angel-ho-join-the-cape-town-electronic-music-festival-line-up/|dead-url=yes}}</ref> NgoNovemba ka-2018, wakhupha i-EP yakhe yesibini, ''iResilient'' . <ref>{{Cite web|title=Watch Dope Saint Jude And Her Friends Living Their Best Lives in The Music Video For 'Liddy'|url=https://www.okayafrica.com/dope-saint-jude-liddy-music-video/|accessdate=2 October 2021|website=okayafrica.com}}</ref> Ingoma ephambili, ethi "Grrrl Like" yakhutshwa ngo-Okthobha ka-2018. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude just released another punch-you-in-the-gut anthem|url=https://www.news24.com/channel/music/news/dope-saint-jude-just-released-another-punch-you-in-the-gut-anthem-20180923|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> Le ngoma yasetyenziswa kumboniso weTV ka-Apple uDickinson, <ref>{{Cite web|title=South African musician Dope St Jude's track used in trailer for new Apple TV show|url=https://www.news24.com/channel/music/news/south-african-musician-dope-st-judes-track-used-in-trailer-for-new-apple-tv-show-20191021|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> umboniso we-anime weNetflix uKipo and the Age of Wonderbeasts, intengiso yomenzi weemoto, kwitreyila yothotho lokuqala lweNetflix lwaseMzantsi Afrika, iBlood &amp;amp; Water, <ref>{{Cite web|title=UK-based Cape queer muso gains local fame|url=https://www.iol.co.za/weekend-argus/lifestyle/uk-based-cape-queer-muso-gains-local-fame-50013229|accessdate=2 October 2021|website=iol.co.za}}</ref> nakwimuvi uNimona othathwe kwinoveli enemizobo enegama elifanayo . <ref>{{Cite web|title='Nimona' review: A fantasy adventure with riot-grrrl energy|url=https://www.detroitnews.com/story/entertainment/movies/2023/06/29/nimona-review-a-fantasy-adventure-with-riot-grrrl-energy/70368513007/|accessdate=2023-07-02|website=The Detroit News|language=en-US}}</ref> == Imithombo == <references /> [[Uluhlu:Articles with hCards]] p2z6pce74tiqu9yvadjb04qvvkykzyz 41643 41640 2026-09-03T10:04:32Z Dumbassman 8587 41643 wikitext text/x-wiki '''UDope Saint Jude''' wazalelwa waza wakhulela e-Elsies River, indawo yabahlali abamnyama abakwiiflethi [[IKapa|zaseKapa]] [[UMzantsi Afrika|eMzantsi Afrika]] . Wazifundisa ukubetha isiginci eneminyaka elishumi elinesibini ubudala waza waqala ukubhala imibongo ehamba nomculo wakhe. Kamva wangena kwi-brand yakhe ye-hip hop, echazwe njengengoma yokubandakanya, ukwamkela kunye nokuxhobisa abasetyhini. Uyaziwa ngokuzisa umda " ongaqhelekanga " kwindawo ye-hip hop. <ref>{{Cite web|last=Shumba|first=Ano|date=2018-11-08|title=SA's Dope Saint Jude gets featured on Apple Music|url=https://www.musicinafrica.net/magazine/sas-dope-saint-jude-gets-featured-apple-music|accessdate=2 October 2021|website=musicinafrica.net}}</ref> Waqala umsebenzi wakhe ngonyaka ka-2011, edlala njengoSaint Dude, ukumkani wedrag . Ngeli xesha, waqala iqela lokuqala ledrag king elibhalwe phantsi eMzantsi Afrika. Ngonyaka ka-2013, uSaint Jude walishiya iqela ukuze alandele umsebenzi njengomculi ozimele yedwa. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude messes with Cape Town's head|url=https://africasacountry.com/2015/03/dope-saint-jude-messes-with-cape-towns-head|accessdate=2 October 2021|website=africasacountry.com}}</ref> Ukhuphe ingoma yefashoni kunye nevidiyo yomculo ehamba nayo ethi "Keep In Touch" equka u-Angel-Ho ngonyaka ka-2015. Kudliwanondlebe uthe wayivelisa le ngoma ngonyaka ka-2014 esebenzisa i -sample kit [[Eminem|ka-Eminem]] . <ref>{{Cite web|last=Mazaza, Shiba|date=13 March 2015|title="Keep In Touch" by Dope Saint Jude featuring Angel-Ho|url=https://www.designindaba.com/articles/creative-work/keep-touch-dope-saint-jude-featuring-angel-ho|accessdate=23 June 2024|website=Design Indaba}}</ref> Ngonyaka ka-2016, wasebenzisana ne -MIA ukuba yinxalenye yevidiyo yephulo lokukhulisa ulwazi lwe- H&amp;amp;M yeveki yokuvuselela izinto kwihlabathi. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude Has a Right To Flex|url=https://www.okayafrica.com/dope-saint-jude-reimagine/|accessdate=2 October 2021|website=okayafrica.com}}</ref> NgoJulayi 2016, uSaint Jude wakhupha i-EP yakhe yokuqala, iReimagine. <ref>{{Cite web|date=August 2016|title=Rapper Dope Saint Jude has found her cause — it's reimagined and redefined|url=https://mg.co.za/article/2016-08-01-00-rapper-dope-saint-jude-has-found-her-cause-its-reimagined-and-redefined/|accessdate=2 October 2021|website=mg.co.za}}</ref> Ngonyaka ka-2017, wabonakala kwi-albhamu kaJlin, ''iBlack Origami'' . <ref>{{Cite web|date=14 March 2017|title=Jlin Announces Her Hugely Anticipated Sophomore Album|url=https://www.vice.com/en/article/jlin-black-origami-album-announcement/|accessdate=2 October 2021|website=vice.com}}</ref> Udlale kwiCape Town International Jazz Festival ngonyaka ka-2017, <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude: From Elsies River to jazz fest|url=https://www.iol.co.za/entertainment/music/local/dope-saint-jude-from-elsies-river-to-jazz-fest-8401931|accessdate=2 October 2021|website=iol.co.za}}</ref> IYunivesithi yaseStanford ngonyaka ka-2017 <ref>{{Cite web|title=WATCH: Dope Saint Jude performs at Stanford University in California|url=https://www.news24.com/channel/the-juice/news/watch-dope-saint-jude-performs-at-standford-university-in-california-20170530|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> kunye neAfropunk Festival eRhawutini ngonyaka ka-2018. <ref>{{Cite web|date=February 2016|title=QUEER SOUTH AFRICAN ARTISTS DOPE SAINT JUDE AND ANGEL-HO JOIN THE CAPE TOWN ELECTRONIC MUSIC FESTIVAL LINE-UP|url=https://afropunk.com/2016/02/feature-queer-south-african-artists-dope-saint-jude-and-angel-ho-join-the-cape-town-electronic-music-festival-line-up/|accessdate=2 October 2021|website=afropunk.com|archive-date=2 October 2021|archive-url=https://web.archive.org/web/20211002214758/https://afropunk.com/2016/02/feature-queer-south-african-artists-dope-saint-jude-and-angel-ho-join-the-cape-town-electronic-music-festival-line-up/|dead-url=yes}}</ref> NgoNovemba ka-2018, wakhupha i-EP yakhe yesibini, ''iResilient'' . <ref>{{Cite web|title=Watch Dope Saint Jude And Her Friends Living Their Best Lives in The Music Video For 'Liddy'|url=https://www.okayafrica.com/dope-saint-jude-liddy-music-video/|accessdate=2 October 2021|website=okayafrica.com}}</ref> Ingoma ephambili, ethi "Grrrl Like" yakhutshwa ngo-Okthobha ka-2018. <ref>{{Cite web|title=Dope Saint Jude just released another punch-you-in-the-gut anthem|url=https://www.news24.com/channel/music/news/dope-saint-jude-just-released-another-punch-you-in-the-gut-anthem-20180923|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> Le ngoma yasetyenziswa kumboniso weTV ka-Apple uDickinson, <ref>{{Cite web|title=South African musician Dope St Jude's track used in trailer for new Apple TV show|url=https://www.news24.com/channel/music/news/south-african-musician-dope-st-judes-track-used-in-trailer-for-new-apple-tv-show-20191021|accessdate=2 October 2021|website=news24.com}}</ref> umboniso we-anime weNetflix uKipo and the Age of Wonderbeasts, intengiso yomenzi weemoto, kwitreyila yothotho lokuqala lweNetflix lwaseMzantsi Afrika, iBlood &amp;amp; Water, <ref>{{Cite web|title=UK-based Cape queer muso gains local fame|url=https://www.iol.co.za/weekend-argus/lifestyle/uk-based-cape-queer-muso-gains-local-fame-50013229|accessdate=2 October 2021|website=iol.co.za}}</ref> nakwimuvi uNimona othathwe kwinoveli enemizobo enegama elifanayo . <ref>{{Cite web|title='Nimona' review: A fantasy adventure with riot-grrrl energy|url=https://www.detroitnews.com/story/entertainment/movies/2023/06/29/nimona-review-a-fantasy-adventure-with-riot-grrrl-energy/70368513007/|accessdate=2023-07-02|website=The Detroit News|language=en-US}}</ref> == Imithombo == <references /> [[Uluhlu:Articles with hCards]] b5qk8ebmh1idgkwnlsiyhh0yz0gcl30 Aces 'N' Eights 0 9273 41639 41630 2026-09-02T12:50:39Z Dumbassman 8587 41639 wikitext text/x-wiki '''''I-Aces 'N' Eights''''' yifilimu kamabonakude yaseMelika yaseNtshona ka-2008 evela kwi -RHI Entertainment, edlala uCasper Van Dien, uBruce Boxleitner kunye no-Ernest Borgnine . Iqondiswe nguCraig R. Baxley kwaye ibhalwe nguRonald M. Cohen kunye noDennis Shryack . ''I-Aces 'n Eights'' yaqala ukupapashwa kwi- ION ngomhla ka -15 kaMatshi 2008 e-US nangomhla wesi-5 kaJuni 2008 e-UK. <ref>{{Cite web|last=February 2008|first=Michael Malone 20|date=February 20, 2008|title=ION Television Unveils Western Night|url=https://www.nexttv.com/news/ion-television-unveils-western-night-31717|website=Broadcasting Cable}}</ref> I-DVD ekhutshwe yiGenius Entertainment yakhutshwa yi- Genius Entertainment ngoMeyi ka-2008. <ref>{{Cite web|title=DVD Talk|url=https://www.dvdtalk.com/reviews/33160/aces-n-eights/|website=www.dvdtalk.com}}<cite class="citation web cs1" data-ve-ignore="">[https://www.dvdtalk.com/reviews/33160/aces-n-eights/ "DVD Talk"]. ''www.dvdtalk.com''.</cite></ref> == Imithombo == <references /> 6sl4uiwob0lmov4sow0sqcydk4x0lb4