Wikipedia xhwiki https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo MediaWiki 1.47.0-wmf.20 first-letter iMedia Mahluko Ingxoxo Ilungu Ingxoxo nelungu Wikipedia Ingxoxo ngeWikipedia Ngokweenkcukacha Ingxoxo ngokweenkcukacha iMediaWiki Ingxoxo ngeMediaWiki iThemplethi Ingxoxo yethemplethi Uncedo Ingxoxo ngoncedo Uluhlu Ingxoxo ngoluhlu TimedText TimedText talk Module Module talk Event Event talk Unyulo 0 9325 41978 2026-09-19T19:23:18Z Sinesihle1 16543 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1372351611|Election]]" 41978 wikitext text/x-wiki {{owidslider|start=2024|list=Template:OWID/Elected political leaders index#gallery|location=commons|caption=|title=|language=|file=[[File:elected political leaders index, World, 2024 (cropped).svg|link=|thumb|upright=1.6|right|Elected political leaders index]]|startingView=World}}<templatestyles src="Module:Sidebar/styles.css"></templatestyles><templatestyles src="Template:Politics series sidebar/styles.css"></templatestyles><templatestyles src="Hlist/styles.css" />Unyulo yinkqubo eyenziwa ngamaqela ukufikelela kwisigqibo apho inxalenye yabantu okanye wonke umntu evota ukuze kukhethwe umntu omnye okanye abantu abaninzi ukuba bathathe isikhundla eburhulumenteni okanye nakwesiphi na isihlalo esinoxanduva. Ukusetyenziswa  konyulo ziidemokhrasi ezimele uluntu yinto eqhelekileyo oko  ukususela kwinkulungwane ye 17. Unyulo lwenza umsebenzi wokugcwalisa izikhundla kwibhunga lezomthetho,ngamanye amaxesha kwicandelo lozolawulo nelezomthetho kunye nolawulo lwengqingqi nasekuhlaleni njengasezidolophini oanye ezilalini. le nkqubo isetyenziswa nakwiintlanganiso ezininzi ezisemgangathweni, amashishini karhulumente kunye nemibutho ukusuka kumaqela ukuya kwimibutho yokuzithandela kuquka iinkampani. Ukusetyenziswa konyulo kwihlabathi jikelele kwi demokhrasi zanamhlanje ezimele uluntu kuyaphikisana nendlela yokwenza ye  demokhrasi ye archetype, iAthena yamandulo apho unyulo beluthathwa ngokuba liziko le oligarchic kwaye uninzi lweofisi zopolitiko lwaluzala  ngokwabelwano okwakubizwa ngokuba yi ‘’sortition” apho abanini beofisi babekhethwa ngeqashiso. Xa kusaziswa iinkqubo zonyulo ezifanelekileyo apho zingekhoyo kwenziwa uhlaziyo lonyulo, okanye kuzanywe ukuphuculwa iiinkqubo ezo zikhoyo zifaneleke kwaye zilunge. I-Psephology sisifundo seziphumo kune nezibalo ezinxulumene nonyulo (ingakumbi kwicala lokuqikelela iziphumo zexesha elizayo). == Imbali == [[File:Roman_Election.jpg|left|thumb|Roman coin depicting election]] [[File:Cardiganshire_Election_ballot_paper_1880.jpg|thumb|A British election campaign leaflet with an illustration of an example ballot paper, 1880]] m1a1aoi9asvarxajqfwf99t9wom8pi3 Ipati yoMkhonto weSizwe 0 9326 41979 2026-09-19T23:25:10Z Sinesihle1 16543 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1373588723|UMkhonto weSizwe Party]]" 41979 wikitext text/x-wiki uMkhonto weSizwe Party elifinyezwe njenge MKP kwixesha elininzi libizwa ngokuba yi MK Party liqela lozopolitiko lase Mzantsi Afrika elixhasa abantu kunye nedemokhrasi elasekwa ngenyanga yeThupha ngomnyaka ka 2023. Igama layo livela ku '''uMkhonto weSizwe (MK)''', elaliliphiko lomkhosi ongengowasemthethweni we '''ANC''' ngexesha lobandlululo. Elathi lachithwa emva kokukhululwa kuka Nelson Mandela ekuqaleni kweminyaka yoo 1990. I ANC igrogrise ukuthatha  amanyathelo asemthethweni ngenxa yokusetyenziswa kweli gama  emva kokuba ilahlekelwe kwityala lonyulo enkundleni. Eli qela lifumene udumo ngenyanga yeDwarha ngonyaka ka 2023 ngethuba owayesakuba ngumongameli uJacob Zuma wayebhengeza ukuba nangona wayenezicwangciso zokuhlala elilungu le ANC ubomi bakhe bonke,  wayengazi kuthatha nxaxheba kukhankaso lweANC kunyulo jikelele lwaseMzantsi Afrika luka 2024 uza kuvotela iMKP. Udanduluke ngelithi “Andinakukwazi kwaye andizukwazi” ukuqhuba iphulo le ANC likamongameli wangoku uCyril Ramaphosa, ongene emva kuka Zuma esihlalweni kwaye ngokwenza njalo kuya kuba kukungcatsha. Kwiveki phambi konyulo lukazwelonke luka 2024 ngomhla we 21 kuCanzibe iNkundla yoMgaqo siseko yagweba ukuba inkokheli yeqela uJcob Zuma ukuba wayenganakufaneleka ukusebenza ePalamente njongoko isigwebo sakhe seenynga ezilishumi elinesihlanu entilongweni ngenxa yokudelela inkundla sasingamvumeli. Nangona umfanekiso wakhe wayezakuhlala kumaphepha okuvota ecaleni kwelogo yeqela lakhe igama lika Zuma laliza kususwa kuluhlu labagqatswa bepalamente yeMK. Kwinyanga yeKhala ngo 2024 uJacob Zuma wagxothwa kwi African National Congress ngenxa yokuba wayekhankasela iqela elikhuphisanayo I MK kunyulo jikelle  ngomhla we 29 kuCanzibe. Eli qela lichazwe njengeqela elixhasa abantu abaqhelekileyo (populist), elixhasa ubuZulu (Zulu nationalist), kwaye “lichasene nabangaphandle”. Ngo-2024 i-Voice of America yalibiza njengeqela elingasekho mngeni lasekhohlo (radical left-wing party), ngelixa i-Al Jazeera yachaza imigaqo nkqubo yalo njengezobusoshiyali. Eli qela lixhase imigaqo-nkqubo elondolozayo kwezentlalo, kuquka ukurhoxisa imithetho evumela umtshato phakathi kwabantu besini esinye. Lixhase imigaqo-nkqubo ephikisanayo, ebonakala ngathi zizohlwayo, ezifana nokuthatha umhlaba wabamhlophe ngaphandle kwentlawulo. Ukubhala kwi-Mail & Guardian, u-Imraan Buccus uchaze ithiyori yeqela njenge “ubuzwe obuxhaphazayo nobugunyaziso obunezimvo ezikude ekhohlo kwezentlalo.” Eli qela lidibanise ukwanda kokufudukela eMzantsi Afrika nolwaphulo-mthetho. Nangona lizibiza njengeqela lobusoshiyali, lixhasa ukwandiswa kwamandla ookumkani bezizwe zesintu. Sele kuqatshelwe umbuzo wokuba ngaba eli qela linobuso lobusoshiyali okanye hayi. Iqela eli zange labamba naluphi na ukhetho kwaye ukususela ngenyanga yeThupha 2025 ayikhange ibenazo izicwangciso zokubamba naluphi na ukhetho lwangaphakthi. Bonke abakhokeli batyUnjwe yinkokheli yeqela uJacob Zuma. Ukusukela ekusekweni kwalo eli qela, zonke iziphumo zophando lwezimvo zibonise ukuba linenkxaso eqinileyo kwiphondo laseKwaZulu-Natal, apho abemi abamnyama kunye nabamhlophe abaxutywe (coloured) bebonakala bexhasa kakhulu eli qela. Ekuqaleni kuka-2024, iziphumo zophando lwezimvo ezapapashwa zibonise ukuba i-MK Party iza kunciphisa kakhulu ivoti ye-ANC kweli phondo, kwaye yafumana ipesenti yokuxhaswa efikelela kwi-35.6%. Eli qela likwafumene ipesenti ebalulekileyo kwiphondo elikufutshane ngasentshona-mpuma, iMpumalanga. Emva kokubhengezwa kweziphumo zonyulo lukazwelonke kunye nolwephondo, i-MK Party ifumene i-14.58% ye-voti kazwelonke. Oku kuthetha ukuba ifumene izihlalo ezingama-58 kwiNdlu yoWiso-mthetho kaZwelonke (National Assembly). Eli qela lijongene nokungavisisani ngaphakathi, nto leyo ekhokelele kwiirhoxiso kunye nokugxothwa kwabanye, kuquka umsunguli weqela uJabulani Khumalo kunye nabanye ababe kuluhlu lonyulo luka-2024.Emva kokugxothwa kwakhe, uKhumalo wathi usengumongameli weqela, uZuma engumcebisi kuphela, waza wammisa uZuma, ecela kwiIEC ukuba isuse igama likaZuma kuluhlu lwabagqatswa. I IEC kamva yagqiba ngelokuxhasa uZuma, yamvumela ukuba ahlale kuluhlu lweqela, yathi uqinisekisiwe njengenkokeli ebhalisiweyo ye-MK Party. Ngo-EyeSilimela ka-2024, inkokeli yeqela i-Black First Land First (BLF), uAndile Mngxitama, wabhengeza ukuba ujoyine eli qela. Nangona kunjalo, wathi i-BLF ayizukuphela, kuba oku bekuyisivumelwano sonyulo. Nge nyanga yeKhala ngo2024, iMK yaqinisekiswa njengeqela eliphikisayo elisemthethweni kwiNdlu yoWisomthetho yeSizwe. Eli qela leMK lithathe indawo yeDemocratic Alliance (DA), eliye lajoyina urhulumente wamazwe amaninzi okhokelwa yiANC Ngomhla we-15 ku-EyeThupa ka-2024, owayesakuba nguMongameli oNcedisayo we-EFF kunye neNtloko yeWhip yePalamente, uFloyd Shivambu, wajoyina eli qela. USivambu wonyulwa njengoNobhala Jikelele, kodwa wagxothwa kweso sikhundla ngoJuni ka-2025. Ngomhla we 5 kweyeThupha ka 2024, inkundla ephakamileyo yaseNtshona Koloni iye yavavanya iingxoxo zokuba indlu yowisomthetho yesizwe yenze into engahambelani nomthetho ngokudlulisa uxanduva lwayo xa yamkela ukutyunjwa kweMK Party komgwebi owayegxothiwe, uJohn Hlophe, kwikhomishini yeNkonzo zoBugwebi (JSC) ngaphandle kophicotho oluzimeleyo. Abamangali bezomthetho bathi esi sigqibo asinangqiqo kwaye siphazamisa ukuthembeka kobugwebi, ngelixa uHlophe kunye neMK Party besithi ukutyunjwa kwakhe kusemthethweni. Owayesakuba ngusodolophu waseMidvaal phantsi kweDemocratic Alliance, uBongani Baloyi, wajoyina iqela uMkhonto weSizwe ngomhla we5 kweyeThupha ka 2024. Ngomhla we-5 kwinyanga yeNkanga ngo2025, uJohn Hlophe, owayengumongameli oncedisayo weqela kunye nenkokeli yeqela eliphikisayo leMK, wamiswa kwisikhundla sakhe ngenxa yeenguqu eziphikisanayo zobunkokeli. UHlophe, njengenkokeli yendlu, wayegxothile intloko yeWhip yeMK, uColleen Makhubele, waza wambuyisela ngoDes van Rooyen. Oku kwalandela iingxelo zokuba uMakhubele “uzame ukufumana isivumelwano senkonzo yeMKP esixabisa ngaphezulu kwe R180 000 ngenyanga kwinkampani apho indoda yakhe ingumlawuli”. Emva kokumiswa kukaHlophe, uMakhubele wabuyiselwa njengontloko yeWhip. Ngomhla we 28 kwinynag yeNkanga  ngo2025, intombi kaZuma, uDuduzile Zuma-Sambudla, yabhengeza ukurhoxa kwakhe njengoMphathiswa wePalamente weMK emva kokubandakanywa kwakhe ekutyholweni ngokutsala abantu ukuze bafumane uqeqesho lomkhosi eRashiya, kodwa ekugqibeleni abo madoda banyanzelwa ukuba bajoyine imfazwe eqhubekayo eUkraine. Endaweni yakhe ePalamente, kwangena enye intombi kaZuma, uBrumelda Zuma. Ukurhoxa kukaDuduzile Zuma Sambudla kwalandelwa kwiveki elandelayo ngowayesakuba yintloko yePrasa kwaye ngoku elilungu lePalamente yeMK, uLucky Montana. UMontana, ohlala engumhlali weqela, wazisa ubunkokeli ngomhla we-30 kweyeThupa ukuba unenjongo yokurhoxa kwisikhundla sakhe ePalamente, nto leyo eya kusebenza ekupheleni konyaka''.'' Kwinyanga yeSilimeka  kunyaka ka 2026, uZuma wagxotha uMakhubele, waza wambuyisela ngoMmabatho Nthabiseng Mokoena-Zondi. KweyeDwarha ngonyaka ka 2026, uZuma wagxotha uNobhala Jikelele uBongani Mncwango waza wanyula uSibonelo Nomvalo. UNomvalo waba ngumntu wesibhozo ukubamba esi sikhundla ukusukela ekusekweni kweqela ngo 2023.Kwangelo xesha, kwabhengezwa utshintsho oluninzi kubunkokeli beqela eKwaZulu-Natal. Kwinyanga yeNkanga ka2026, iNtloko yeWhip yeqela, uMmabatho Nthabiseng Mokoena Zondi, wabanjwa. Kutyholwa ukuba uqeshe abasebenzi abane egameni leqela, waza wabanyanzela ukuba bahlawule i-50–60% yemivuzo yabo kuye ukuze bagcine izikhundla zabo Kwinyanga yeSilimela ka 2026, iqela lagxotha intombi kaZuma, uDuduzile Zuma Sambudla, kunye nelungu lePalamente uNhlamulo Ndhlela. UNobhala Jikelele, uSibonelo Nomvalo, wathi bobabini benze izitatimende zoluntu kunye neeposti kwiintanethi zentlalo eziphindaphindiweyo ezaziphazamisa igunya lobunkokeli beqela kwaye zakhokelela ekwahlukaneni ngaphakathi kweqela. Ngenyanga yeSilimela ka2024 iqela lakhuphisana kunyulo lwalo lokuqala, laza lagqiba kwindawo yesithathu ngama-19% eeVoti kunyulo oluphindwayo lwe-Ward 8 kwi-Abaqulusi Local Municipality eKwaZulu-Natal. Eli qela lalisele emva kwe-Inkatha Freedom Party (IFP) efumene iipesenti eziyi 47 kunye ne-African National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 35. Kungekudala ngalo nyanga, iqela liphinde lagqiba kwindawo yesithathu, lifumana iipesenti ezi 28 eevoti kunyulo oluphindwayo ePhongolo, emva kwe Inkatha Freedom Party (IFP) efumene iipesenti eziyi 36 kunye neAfrican National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 33. Ngomhla we 28 kweyeSilimela ngo 2024, iqela lakhuphisana kunyulo oluphindwayo eGovan Mbeki eMpumalanga, olo yayilunyulo lokuqala ngaphandle kweKwaZulu-Natal. Eli qela lagqiba kwindawo yesibini ngepesenti eziyi 28 zeevoti, emva kwe-African National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 51. Ngomhla we 14 kweyeSilimela ka 2024, iqela lafumana umqobo eKwaZulu-Natal emva kokuba indlu yowisomthetho yephondo ikhethe ilungu le-IFP, uThami Ntuli, njengomphathiswa wephondo laseKwaZulu-Natal. UNtuli woyisa umgqatswa we-MK Party wesikhundla sikaMphathiswa wePhondo, uSekela Mphathiswa kaZulu Nation, uPhathisizwe Chiliza, ngevoti eziyi 41 xa kuthelekiswa kweziyi 39. Ukusukela kweyeNkanga ngo 2025, iqela sele liphumelele kunyulo oluphindwayo lwesithandathu, uninzi lwazo eKwaZulu-Natal. Ngomhla we28 kwinyanga yeNkanga ku2025, umphathiswa wephondo lakwaZulu Natal ovela kwi-IFP, uThami Ntuli, usinde kancinci emva kokuba ephumelele ngeevoti eziyi 40 xa kuthelekiswa neziyi 39 kunyulo lokungabi nathemba oluxhaswe yi-MK. a99ydhg7or9yxepqhw3hex6000i1ups Iqela loMkhonto weSizwe 0 9327 41980 2026-09-19T23:26:20Z Sinesihle1 16543 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1373588723|UMkhonto weSizwe Party]]" 41980 wikitext text/x-wiki   uMkhonto weSizwe Party elifinyezwe njenge MKP kwixesha elininzi libizwa ngokuba yi MK Party liqela lozopolitiko lase Mzantsi Afrika elixhasa abantu kunye nedemokhrasi elasekwa ngenyanga yeThupha ngomnyaka ka 2023. Igama layo livela ku '''uMkhonto weSizwe (MK)''', elaliliphiko lomkhosi ongengowasemthethweni we '''ANC''' ngexesha lobandlululo. Elathi lachithwa emva kokukhululwa kuka Nelson Mandela ekuqaleni kweminyaka yoo 1990. I ANC igrogrise ukuthatha  amanyathelo asemthethweni ngenxa yokusetyenziswa kweli gama  emva kokuba ilahlekelwe kwityala lonyulo enkundleni. Eli qela lifumene udumo ngenyanga yeDwarha ngonyaka ka 2023 ngethuba owayesakuba ngumongameli uJacob Zuma wayebhengeza ukuba nangona wayenezicwangciso zokuhlala elilungu le ANC ubomi bakhe bonke,  wayengazi kuthatha nxaxheba kukhankaso lweANC kunyulo jikelele lwaseMzantsi Afrika luka 2024 uza kuvotela iMKP. Udanduluke ngelithi “Andinakukwazi kwaye andizukwazi” ukuqhuba iphulo le ANC likamongameli wangoku uCyril Ramaphosa, ongene emva kuka Zuma esihlalweni kwaye ngokwenza njalo kuya kuba kukungcatsha. Kwiveki phambi konyulo lukazwelonke luka 2024 ngomhla we 21 kuCanzibe iNkundla yoMgaqo siseko yagweba ukuba inkokheli yeqela uJcob Zuma ukuba wayenganakufaneleka ukusebenza ePalamente njongoko isigwebo sakhe seenynga ezilishumi elinesihlanu entilongweni ngenxa yokudelela inkundla sasingamvumeli. Nangona umfanekiso wakhe wayezakuhlala kumaphepha okuvota ecaleni kwelogo yeqela lakhe igama lika Zuma laliza kususwa kuluhlu labagqatswa bepalamente yeMK. Kwinyanga yeKhala ngo 2024 uJacob Zuma wagxothwa kwi African National Congress ngenxa yokuba wayekhankasela iqela elikhuphisanayo I MK kunyulo jikelle  ngomhla we 29 kuCanzibe. Eli qela lichazwe njengeqela elixhasa abantu abaqhelekileyo (populist), elixhasa ubuZulu (Zulu nationalist), kwaye “lichasene nabangaphandle”. Ngo-2024 i-Voice of America yalibiza njengeqela elingasekho mngeni lasekhohlo (radical left-wing party), ngelixa i-Al Jazeera yachaza imigaqo nkqubo yalo njengezobusoshiyali. Eli qela lixhase imigaqo-nkqubo elondolozayo kwezentlalo, kuquka ukurhoxisa imithetho evumela umtshato phakathi kwabantu besini esinye. Lixhase imigaqo-nkqubo ephikisanayo, ebonakala ngathi zizohlwayo, ezifana nokuthatha umhlaba wabamhlophe ngaphandle kwentlawulo. Ukubhala kwi-Mail & Guardian, u-Imraan Buccus uchaze ithiyori yeqela njenge “ubuzwe obuxhaphazayo nobugunyaziso obunezimvo ezikude ekhohlo kwezentlalo.” Eli qela lidibanise ukwanda kokufudukela eMzantsi Afrika nolwaphulo-mthetho. Nangona lizibiza njengeqela lobusoshiyali, lixhasa ukwandiswa kwamandla ookumkani bezizwe zesintu. Sele kuqatshelwe umbuzo wokuba ngaba eli qela linobuso lobusoshiyali okanye hayi. Iqela eli zange labamba naluphi na ukhetho kwaye ukususela ngenyanga yeThupha 2025 ayikhange ibenazo izicwangciso zokubamba naluphi na ukhetho lwangaphakthi. Bonke abakhokeli batyUnjwe yinkokheli yeqela uJacob Zuma. Ukusukela ekusekweni kwalo eli qela, zonke iziphumo zophando lwezimvo zibonise ukuba linenkxaso eqinileyo kwiphondo laseKwaZulu-Natal, apho abemi abamnyama kunye nabamhlophe abaxutywe (coloured) bebonakala bexhasa kakhulu eli qela. Ekuqaleni kuka-2024, iziphumo zophando lwezimvo ezapapashwa zibonise ukuba i-MK Party iza kunciphisa kakhulu ivoti ye-ANC kweli phondo, kwaye yafumana ipesenti yokuxhaswa efikelela kwi-35.6%. Eli qela likwafumene ipesenti ebalulekileyo kwiphondo elikufutshane ngasentshona-mpuma, iMpumalanga. Emva kokubhengezwa kweziphumo zonyulo lukazwelonke kunye nolwephondo, i-MK Party ifumene i-14.58% ye-voti kazwelonke. Oku kuthetha ukuba ifumene izihlalo ezingama-58 kwiNdlu yoWiso-mthetho kaZwelonke (National Assembly). Eli qela lijongene nokungavisisani ngaphakathi, nto leyo ekhokelele kwiirhoxiso kunye nokugxothwa kwabanye, kuquka umsunguli weqela uJabulani Khumalo kunye nabanye ababe kuluhlu lonyulo luka-2024.Emva kokugxothwa kwakhe, uKhumalo wathi usengumongameli weqela, uZuma engumcebisi kuphela, waza wammisa uZuma, ecela kwiIEC ukuba isuse igama likaZuma kuluhlu lwabagqatswa. I IEC kamva yagqiba ngelokuxhasa uZuma, yamvumela ukuba ahlale kuluhlu lweqela, yathi uqinisekisiwe njengenkokeli ebhalisiweyo ye-MK Party. Ngo-EyeSilimela ka-2024, inkokeli yeqela i-Black First Land First (BLF), uAndile Mngxitama, wabhengeza ukuba ujoyine eli qela. Nangona kunjalo, wathi i-BLF ayizukuphela, kuba oku bekuyisivumelwano sonyulo. Nge nyanga yeKhala ngo2024, iMK yaqinisekiswa njengeqela eliphikisayo elisemthethweni kwiNdlu yoWisomthetho yeSizwe. Eli qela leMK lithathe indawo yeDemocratic Alliance (DA), eliye lajoyina urhulumente wamazwe amaninzi okhokelwa yiANC Ngomhla we-15 ku-EyeThupa ka-2024, owayesakuba nguMongameli oNcedisayo we-EFF kunye neNtloko yeWhip yePalamente, uFloyd Shivambu, wajoyina eli qela. USivambu wonyulwa njengoNobhala Jikelele, kodwa wagxothwa kweso sikhundla ngoJuni ka-2025. Ngomhla we 5 kweyeThupha ka 2024, inkundla ephakamileyo yaseNtshona Koloni iye yavavanya iingxoxo zokuba indlu yowisomthetho yesizwe yenze into engahambelani nomthetho ngokudlulisa uxanduva lwayo xa yamkela ukutyunjwa kweMK Party komgwebi owayegxothiwe, uJohn Hlophe, kwikhomishini yeNkonzo zoBugwebi (JSC) ngaphandle kophicotho oluzimeleyo. Abamangali bezomthetho bathi esi sigqibo asinangqiqo kwaye siphazamisa ukuthembeka kobugwebi, ngelixa uHlophe kunye neMK Party besithi ukutyunjwa kwakhe kusemthethweni. Owayesakuba ngusodolophu waseMidvaal phantsi kweDemocratic Alliance, uBongani Baloyi, wajoyina iqela uMkhonto weSizwe ngomhla we5 kweyeThupha ka 2024. Ngomhla we-5 kwinyanga yeNkanga ngo2025, uJohn Hlophe, owayengumongameli oncedisayo weqela kunye nenkokeli yeqela eliphikisayo leMK, wamiswa kwisikhundla sakhe ngenxa yeenguqu eziphikisanayo zobunkokeli. UHlophe, njengenkokeli yendlu, wayegxothile intloko yeWhip yeMK, uColleen Makhubele, waza wambuyisela ngoDes van Rooyen. Oku kwalandela iingxelo zokuba uMakhubele “uzame ukufumana isivumelwano senkonzo yeMKP esixabisa ngaphezulu kwe R180 000 ngenyanga kwinkampani apho indoda yakhe ingumlawuli”. Emva kokumiswa kukaHlophe, uMakhubele wabuyiselwa njengontloko yeWhip. Ngomhla we 28 kwinynag yeNkanga  ngo2025, intombi kaZuma, uDuduzile Zuma-Sambudla, yabhengeza ukurhoxa kwakhe njengoMphathiswa wePalamente weMK emva kokubandakanywa kwakhe ekutyholweni ngokutsala abantu ukuze bafumane uqeqesho lomkhosi eRashiya, kodwa ekugqibeleni abo madoda banyanzelwa ukuba bajoyine imfazwe eqhubekayo eUkraine. Endaweni yakhe ePalamente, kwangena enye intombi kaZuma, uBrumelda Zuma. Ukurhoxa kukaDuduzile Zuma Sambudla kwalandelwa kwiveki elandelayo ngowayesakuba yintloko yePrasa kwaye ngoku elilungu lePalamente yeMK, uLucky Montana. UMontana, ohlala engumhlali weqela, wazisa ubunkokeli ngomhla we-30 kweyeThupa ukuba unenjongo yokurhoxa kwisikhundla sakhe ePalamente, nto leyo eya kusebenza ekupheleni konyaka''.'' Kwinyanga yeSilimeka  kunyaka ka 2026, uZuma wagxotha uMakhubele, waza wambuyisela ngoMmabatho Nthabiseng Mokoena-Zondi. KweyeDwarha ngonyaka ka 2026, uZuma wagxotha uNobhala Jikelele uBongani Mncwango waza wanyula uSibonelo Nomvalo. UNomvalo waba ngumntu wesibhozo ukubamba esi sikhundla ukusukela ekusekweni kweqela ngo 2023.Kwangelo xesha, kwabhengezwa utshintsho oluninzi kubunkokeli beqela eKwaZulu-Natal. Kwinyanga yeNkanga ka2026, iNtloko yeWhip yeqela, uMmabatho Nthabiseng Mokoena Zondi, wabanjwa. Kutyholwa ukuba uqeshe abasebenzi abane egameni leqela, waza wabanyanzela ukuba bahlawule i-50–60% yemivuzo yabo kuye ukuze bagcine izikhundla zabo Kwinyanga yeSilimela ka 2026, iqela lagxotha intombi kaZuma, uDuduzile Zuma Sambudla, kunye nelungu lePalamente uNhlamulo Ndhlela. UNobhala Jikelele, uSibonelo Nomvalo, wathi bobabini benze izitatimende zoluntu kunye neeposti kwiintanethi zentlalo eziphindaphindiweyo ezaziphazamisa igunya lobunkokeli beqela kwaye zakhokelela ekwahlukaneni ngaphakathi kweqela. Ngenyanga yeSilimela ka2024 iqela lakhuphisana kunyulo lwalo lokuqala, laza lagqiba kwindawo yesithathu ngama-19% eeVoti kunyulo oluphindwayo lwe-Ward 8 kwi-Abaqulusi Local Municipality eKwaZulu-Natal. Eli qela lalisele emva kwe-Inkatha Freedom Party (IFP) efumene iipesenti eziyi 47 kunye ne-African National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 35. Kungekudala ngalo nyanga, iqela liphinde lagqiba kwindawo yesithathu, lifumana iipesenti ezi 28 eevoti kunyulo oluphindwayo ePhongolo, emva kwe Inkatha Freedom Party (IFP) efumene iipesenti eziyi 36 kunye neAfrican National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 33. Ngomhla we 28 kweyeSilimela ngo 2024, iqela lakhuphisana kunyulo oluphindwayo eGovan Mbeki eMpumalanga, olo yayilunyulo lokuqala ngaphandle kweKwaZulu-Natal. Eli qela lagqiba kwindawo yesibini ngepesenti eziyi 28 zeevoti, emva kwe-African National Congress (ANC) efumene iipesenti eziyi 51. Ngomhla we 14 kweyeSilimela ka 2024, iqela lafumana umqobo eKwaZulu-Natal emva kokuba indlu yowisomthetho yephondo ikhethe ilungu le-IFP, uThami Ntuli, njengomphathiswa wephondo laseKwaZulu-Natal. UNtuli woyisa umgqatswa we-MK Party wesikhundla sikaMphathiswa wePhondo, uSekela Mphathiswa kaZulu Nation, uPhathisizwe Chiliza, ngevoti eziyi 41 xa kuthelekiswa kweziyi 39. Ukusukela kweyeNkanga ngo 2025, iqela sele liphumelele kunyulo oluphindwayo lwesithandathu, uninzi lwazo eKwaZulu-Natal. Ngomhla we28 kwinyanga yeNkanga ku2025, umphathiswa wephondo lakwaZulu Natal ovela kwi-IFP, uThami Ntuli, usinde kancinci emva kokuba ephumelele ngeevoti eziyi 40 xa kuthelekiswa neziyi 39 kunyulo lokungabi nathemba oluxhaswe yi-MK. e1r3o2jp1cqwaysu7c3ettr55hoah22 Umculo womdaniso wendabuko weNordic 0 9328 41981 2026-09-20T11:12:15Z Abulele Jebese 14703 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1343935623|Traditional Nordic dance music]]" 41981 wikitext text/x-wiki [[File:Europeade_2015_dans_01.jpg|thumb|300x300px| Into encinci kakhulu]] 2z7l7o4lx42i24uyyypg3gsm9j4hpvo 41982 41981 2026-09-20T11:19:28Z Abulele Jebese 14703 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1343935623|Traditional Nordic dance music]]" 41982 wikitext text/x-wiki [[File:Europeade_2015_dans_01.jpg|thumb|300x300px| Into encinci kakhulu]] '''Umculo wemveli womdaniso waseNordic''' luhlobo lomculo wemveli okanye umculo wabantu (folk music) owayeqhele ukudlalwa kwimimandla engundoqo yamazwe aseNordic — iScandinavia kunye [[IFinland|neFinland]] . Umntu odlala olu hlobo lomculo unokubizwa ngokuba yi ''-speleman'' (isiSwidi/isiNorway), ''i-spelman'' (isiSweden), ''i-spel(l)emann'' (isiNorway), ''i-pelimanni'' (isiFinnish) okanye ''i-spillemand'' (isiDanish). Umculo womdaniso wendabuko waseFinland udla ngokubizwa ngokuba ''ngumculo we-pelimanni'' ngesiNgesi, ngelixa kubonakala ngathi akukho gama lifanayo neliqhelekileyo lomculo ofanayo ovela kwamanye amazwe. Kudla ngokuba nentsingiselo ngakumbi ukwahlula phakathi komculo wendabuko womdaniso ovela kwimimandla eyahlukeneyo kunomculo ovela kumazwe anjalo. Ezinye iingcamango ezikwintsimi zingachazwa njengeNorway okanye iFinnish, kodwa uninzi lwazo ziqhelekile kuwo onke amazwe amane okanye asekuhlaleni. Ngaphandle kwesiko lomculo womdaniso, onke amazwe anezinye izithethe zomculo wesintu ezingahlanganyelwanga ngokulinganayo 620xttncukpg6wdttx44oowsjm7u5fh 41983 41982 2026-09-20T11:20:58Z Abulele Jebese 14703 Created by translating the page "[[:en:Special:Redirect/revision/1343935623|Traditional Nordic dance music]]" 41983 wikitext text/x-wiki [[File:Europeade_2015_dans_01.jpg|thumb|300x300px| Into encinci kakhulu]] '''Umculo wemveli womdaniso waseNordic''' luhlobo lomculo wemveli okanye umculo wabantu (folk music) owayeqhele ukudlalwa kwimimandla engundoqo yamazwe aseNordic — iScandinavia kunye [[IFinland|neFinland]] . Umntu odlala olu hlobo lomculo unokubizwa ngokuba yi ''-speleman'' (isiSwidi/isiNorway), ''i-spelman'' (isiSweden), ''i-spel(l)emann'' (isiNorway), ''i-pelimanni'' (isiFinnish) okanye ''i-spillemand'' (isiDanish). Umculo womdaniso wendabuko waseFinland udla ngokubizwa ngokuba ''ngumculo we-pelimanni'' ngesiNgesi, ngelixa kubonakala ngathi akukho gama lifanayo neliqhelekileyo lomculo ofanayo ovela kwamanye amazwe. Kudla ngokuba nentsingiselo ngakumbi ukwahlula phakathi komculo wendabuko womdaniso ovela kwimimandla eyahlukeneyo kunomculo ovela kumazwe anjalo. Ezinye iingcamango ezikwintsimi zingachazwa njengeNorway okanye iFinnish, kodwa uninzi lwazo ziqhelekile kuwo onke amazwe amane okanye asekuhlaleni. Ngaphandle kwesiko lomculo womdaniso, onke amazwe anezinye izithethe zomculo wesintu ezingahlanganyelwanga ngokulinganayo Umculo womdaniso wemveli waseNordic uquka iintlobo ngeentlobo zezingqi zomdaniso ezingaqalanga kumazwe aseNordic, kodwa ezakha zathandwa kakhulu phakathi kwabantu abakwizinga eliphezulu eYurophu. Ekuhambeni kwexesha, le midaniso yasasazekela nakubantu abaqhelekileyo, kwaye kwezinye iimeko yaqhubeka isenziwa nangemva kokuba abo bantu bakwizinga eliphezulu beyishiyile ukuze bamkele eminye imidaniso emitsha eyayithandwa ngelo xesha. Uninzi lwezi zingqi lunokufumaneka nakwezinye iindawo zaseYurophu, kwaye ezinye zazo ziye zasetyenziswa nakumculo weklasikhi . bho78vrg7jpfjm1f5ph9l37n3a53xq7